Duteronomi 4:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Kuphela nje zilumkele yaye uwunyamekele kakuhle umphefumlo wakho,+ ukuze ungazilibali izinto azibonileyo amehlo akho+ nokuze zingemki entliziyweni yakho yonke imihla yobomi bakho;+ yaye uze uzazise oonyana bakho nabazukulwana bakho,+ Duteronomi 6:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 uze uwabethelele kunyana wakho+ yaye uthethe ngawo ekuhlaleni kwakho endlwini yakho, nasekuhambeni kwakho ngendlela, nasekulaleni kwakho,+ nasekuvukeni kwakho. Duteronomi 6:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 uze uthi kunyana wakho, ‘Sasingamakhoboka kaFaro eYiputa, kodwa uYehova wasikhupha eYiputa ngesandla esomeleleyo.+ INdumiso 145:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Izizukulwana ngezizukulwana ziya kuyincoma imisebenzi yakho,+Ziya kuzixela izenzo zakho zamandla.+ Yoweli 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Nikelani ingxelo ngako koonyana benu, noonyana benu bakuxele koonyana babo, noonyana babo kwisizukulwana esilandelayo.+
9 “Kuphela nje zilumkele yaye uwunyamekele kakuhle umphefumlo wakho,+ ukuze ungazilibali izinto azibonileyo amehlo akho+ nokuze zingemki entliziyweni yakho yonke imihla yobomi bakho;+ yaye uze uzazise oonyana bakho nabazukulwana bakho,+
7 uze uwabethelele kunyana wakho+ yaye uthethe ngawo ekuhlaleni kwakho endlwini yakho, nasekuhambeni kwakho ngendlela, nasekulaleni kwakho,+ nasekuvukeni kwakho.
21 uze uthi kunyana wakho, ‘Sasingamakhoboka kaFaro eYiputa, kodwa uYehova wasikhupha eYiputa ngesandla esomeleleyo.+
3 Nikelani ingxelo ngako koonyana benu, noonyana benu bakuxele koonyana babo, noonyana babo kwisizukulwana esilandelayo.+