INdumiso 37:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Nangona isenokuwa, ayiyi kuphoswa phantsi,+Kuba uYehova uyasixhasa isandla sayo.+ Mateyu 4:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 waza wathi kuye: “Ukuba ungunyana kaThixo, ziphose phantsi;+ kuba kubhaliwe kwathiwa, ‘Uya kuzinika umyalo ngawe iingelosi zakhe, zikuthwale ngezandla, ukuze ungabetheki nanini na ngonyawo lwakho elityeni.’”+ 1 Petros 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “nelitye lesikhubekiso nolwalwa lokubetheka.”+ Bona bayakhubeka ngenxa yokuba abalithobeli ilizwi. Phofu ke bamiselwe loo nto kakade.+
6 waza wathi kuye: “Ukuba ungunyana kaThixo, ziphose phantsi;+ kuba kubhaliwe kwathiwa, ‘Uya kuzinika umyalo ngawe iingelosi zakhe, zikuthwale ngezandla, ukuze ungabetheki nanini na ngonyawo lwakho elityeni.’”+
8 “nelitye lesikhubekiso nolwalwa lokubetheka.”+ Bona bayakhubeka ngenxa yokuba abalithobeli ilizwi. Phofu ke bamiselwe loo nto kakade.+