IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 1:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Waza uThixo wayibiza indawo eyomileyo ngokuthi nguMhlaba,+ kodwa amanzi abuthelene ndawonye wawabiza ngokuthi ziiLwandle.+ Ngoko ke, uThixo wabona ukuba kulungile.+

  • Yobhi 38:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ndaza ndahlabela mgama ndathi, ‘Ungazokufikelela apha, ungadluli;+

      Yaye amaza akho adlokovayo apheleliselwa apha’?+

  • IMizekeliso 8:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 ekumiseleni kwakhe ulwandle ummiselo ukuba amanzi afanele angawugqithi umyalelo wakhe,+ ekumiseleni kwakhe iziseko zehlabathi,+

  • Yeremiya 5:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 ‘Anindoyiki na nam,’+ utsho uYehova, ‘okanye aninazintlungu ziqatha na ngenxa yam,+ obeke intlabathi yangumda wolwandle, ummiselo ohlala ngokungenammiselo olungenakuwudlula? Nangona amaza alo elatyuza, sekunjalo akanakoyisa; yaye nangona exokozela, sekunjalo akanakudlula.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share