1 Samuweli 14:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kwandula ke kwabakho ukungcangcazela+ enkampini esendle naphakathi kwabo bonke abantu abasenkampini; nomkhosi wabaphangi+ wangcangcazela, wona kanye, nomhlaba waqala ukunyikima,+ yaba kukungcangcazela okuvela kuThixo.+ Yobhi 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Unyikimisa umhlaba usuke endaweni yawo,Ukuze kwaneentsika+ zawo zididizele. INdumiso 82:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Abazi, yaye abaqondi;+Baqhubeka behamba ebumnyameni;+Zonke iziseko zomhlaba ziyashukunyiswa.+ Hezekile 38:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ndiya kuthetha ndinobukhwele,+ ngomlilo wokuvutha komsindo wam.+ Ngokuqinisekileyo ngaloo mini kuya kubakho ukunyikima okukhulu emhlabeni wakwaSirayeli.+
15 Kwandula ke kwabakho ukungcangcazela+ enkampini esendle naphakathi kwabo bonke abantu abasenkampini; nomkhosi wabaphangi+ wangcangcazela, wona kanye, nomhlaba waqala ukunyikima,+ yaba kukungcangcazela okuvela kuThixo.+
19 Ndiya kuthetha ndinobukhwele,+ ngomlilo wokuvutha komsindo wam.+ Ngokuqinisekileyo ngaloo mini kuya kubakho ukunyikima okukhulu emhlabeni wakwaSirayeli.+