IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 20:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 wathi:+

      “Owu Yehova THIXO wookhokho bethu,+ akungoThixo na emazulwini,+ asinguwe na olawula bonke ubukumkani beentlanga,+ akakho sesandleni sakho na amandla nokomelela, kungekho bani unokumelana nawe?+

  • INdumiso 11:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 UYehova usetempileni yakhe engcwele.+

      UYehova—isemazulwini itrone yakhe.+

      Amehlo akhe ayabona, amehlo akhe aqaqambileyo ahlolisisa+ oonyana babantu.

  • INdumiso 115:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Kodwa uThixo wethu usemazulwini;+

      Yonk’ into ayoliswa kukuyenza uyenzile.+

  • Isaya 66:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 66 Utsho uYehova ukuthi: “Amazulu ayitrone yam,+ umhlaba sisihlalo seenyawo zam.+ Ndluni ke leyo ningandakhela yona,+ yiyiphi loo ndawo ndingaphumla kuyo?”+

  • Mateyu 23:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 kwaye lowo ufunga ngezulu ufunga ngetrone kaThixo+ nangalowo uhleli kuyo.

  • IZenzo 7:49
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 49 ‘Izulu liyitrone yam,+ nomhlaba usisihlalo seenyawo zam.+ Luhlobo luni na lwendlu eniya kundakhela yona? utsho uYehova. Okanye yiyiphi na indawo yokuphumla kwam?+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share