Yoshuwa 5:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Yathi: “Hayi, kodwa mna—ndize njengenkosana yomkhosi kaYehova.”+ Ngoko uYoshuwa wawa ngobuso bakhe emhlabeni waqubuda+ waza wathi kuyo: “Ithini iNkosi yam kumkhonzi wayo?” 2 Kumkani 19:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Kwathi ngobo busuku ingelosi kaYehova yaphuma yaxabela ikhulu elinamashumi asibhozo anesihlanu lamawaka elalisenkampini+ yama-Asiriya.+ Ekuvukeni kwabo abantu ekuseni, kaloku, khangela bonke babefile bezizidumbu.+ INdumiso 148:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Mdumiseni, nonke nina zingelosi zakhe.+Mdumiseni, nonke nina mkhosi wakhe.+ Luka 1:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ekuphenduleni ingelosi yathi kuye: “NdinguGabriyeli,+ oma kufuphi phambi koThixo, yaye ndithunyiwe ukuba ndithethe+ nawe ndize ndizivakalise iindaba ezilungileyo zezi zinto kuwe. Hebhere 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Azingabo na zonke oomoya+ abasebenzela uwonke-wonke,+ abathunyelwa ukulungiselela abo baza kuzuz’ ilifa+ usindiso? ISityhilelo 7:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 zisithi: “Amen! Ukubongwa nozuko nobulumko nombulelo nembeko namandla+ nokomelela makube kuThixo wethu ngonaphakade kanaphakade. Amen.”+
14 Yathi: “Hayi, kodwa mna—ndize njengenkosana yomkhosi kaYehova.”+ Ngoko uYoshuwa wawa ngobuso bakhe emhlabeni waqubuda+ waza wathi kuyo: “Ithini iNkosi yam kumkhonzi wayo?”
35 Kwathi ngobo busuku ingelosi kaYehova yaphuma yaxabela ikhulu elinamashumi asibhozo anesihlanu lamawaka elalisenkampini+ yama-Asiriya.+ Ekuvukeni kwabo abantu ekuseni, kaloku, khangela bonke babefile bezizidumbu.+
19 Ekuphenduleni ingelosi yathi kuye: “NdinguGabriyeli,+ oma kufuphi phambi koThixo, yaye ndithunyiwe ukuba ndithethe+ nawe ndize ndizivakalise iindaba ezilungileyo zezi zinto kuwe.
14 Azingabo na zonke oomoya+ abasebenzela uwonke-wonke,+ abathunyelwa ukulungiselela abo baza kuzuz’ ilifa+ usindiso?
12 zisithi: “Amen! Ukubongwa nozuko nobulumko nombulelo nembeko namandla+ nokomelela makube kuThixo wethu ngonaphakade kanaphakade. Amen.”+