IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yobhi 38:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 Ngaba ungayizingelela ixhoba ingonyama

      Yaye ngaba unokulanelisa na iphango leengonyama ezintsha,+

  • Isaya 31:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kuba utsho uYehova kum ukuthi: “Kanye njengoko ingonyama ibhavuma, kwanengonyama entsha enesingci,+ phezu kwexhoba layo, yakubizelwa ihlokondiba labalusi, ingaloyiki ilizwi labo okanye yothuswe yingxokolo yabo; ngokukwanjalo uYehova wemikhosi uya kuhla ukuze enze imfazwe eNtabeni yeZiyon naphezu kwenduli yayo.+

  • Amosi 3:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Iya kugquma na ingonyama ehlathini ingenalo ixhoba?+ Ingonyama entsha enesingci iya kulikhupha na ilizwi layo kwindawo yayo yokuzimela ukuba ayibambanga nto konke konke?

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share