INdumiso 104:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Iingonyama ezintsha ezinezingci zigqumela ixhoba+Nokufuna ukutya kwazo kuThixo.+ INdumiso 145:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Amehlo onke akhangela kuwe ngethemba,+Kwaye uyabanika ukutya kwabo ngexesha lako.+ Nahum 2:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ingonyama yayiqwenga okwanele amathole ayo, kwaye yayikrwitshela iimazi zayo zeengonyama. Yaye imingxuma yayo yayigcina izele ngamaxhoba kwaye iindawo zayo zokuzimela zizele zizilwanyana eziqwengiweyo.+
12 Ingonyama yayiqwenga okwanele amathole ayo, kwaye yayikrwitshela iimazi zayo zeengonyama. Yaye imingxuma yayo yayigcina izele ngamaxhoba kwaye iindawo zayo zokuzimela zizele zizilwanyana eziqwengiweyo.+