IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 1:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Yaye onke amarhamncwa omhlaba nazo zonke izidalwa eziphaphazelayo emazulwini nazo zonke izinto ezinambuzelayo emhlabeni ezinobomi njengomphefumlo [ndizinike] bonke utyani obuluhlaza njengokutya kwazo.”+ Kwaza kwaba njalo.

  • INdumiso 104:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Zonke ezi—zihlala zilindele kuwe+

      Ukuba uzinike ukutya kwazo ngexesha lako.+

  • INdumiso 136:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Lowo unika inyama yonke ukutya:+

      Kuba ububele bakhe bothando bukho ukusa kwixesha elingenammiselo;+

  • Mateyu 24:45
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 45 “Ngubani ngokwenene olikhoboka elithembekileyo neliyingqondi+ ethe inkosi yalo yalimisela phezu kwempahla yendlu yayo, ukuze liyinike ukutya kwayo ngexesha elifanelekileyo?+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share