INdumiso 104:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Zonke ezi—zihlala zilindele kuwe+Ukuba uzinike ukutya kwazo ngexesha lako.+ INdumiso 145:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Amehlo onke akhangela kuwe ngethemba,+Kwaye uyabanika ukutya kwabo ngexesha lako.+ INdumiso 147:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Unika izilo ukutya kwazo,+Amantshontsho ehlungulu aqhubeka ekhala.+ Mateyu 5:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 ukuze nizingqine ningoonyana boYihlo osemazulwini,+ ekubeni elenza ilanga lakhe liphume kubantu abangendawo nabalungileyo nemvula eyinisa kubantu abangamalungisa nabangengomalungisa.+
45 ukuze nizingqine ningoonyana boYihlo osemazulwini,+ ekubeni elenza ilanga lakhe liphume kubantu abangendawo nabalungileyo nemvula eyinisa kubantu abangamalungisa nabangengomalungisa.+