Genesis 41:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 Wakuqokelela konke ukudla kwaloo minyaka isixhenxe yalifikelayo ilizwe laseYiputa waza wakubeka ukudla oko ezixekweni.+ Ukudla kwamasimi awayejikeleze isixeko wakubeka phakathi kwaso.+ Genesis 45:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngoko asinini abandithumela apha,+ kodwa nguTHIXO oyinyaniso, ukuze andimisele njengoyise+ kuFaro nenkosi yayo yonke indlu yakhe nanjengomlawuli walo lonke ilizwe laseYiputa.
48 Wakuqokelela konke ukudla kwaloo minyaka isixhenxe yalifikelayo ilizwe laseYiputa waza wakubeka ukudla oko ezixekweni.+ Ukudla kwamasimi awayejikeleze isixeko wakubeka phakathi kwaso.+
8 Ngoko asinini abandithumela apha,+ kodwa nguTHIXO oyinyaniso, ukuze andimisele njengoyise+ kuFaro nenkosi yayo yonke indlu yakhe nanjengomlawuli walo lonke ilizwe laseYiputa.