Eksodus 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yizani ke! Masiqhubane ngobuqili nabo,+ kuba hleze bande, baze bathi xa kuthe kwehla imfazwe, bathelele abo basithiyileyo, balwe nathi, bandule bemke kweli lizwe.” IZenzo 7:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yena wasebenzisa ubuqotha-qikili ngokunxamnye nesizwe sethu+ waza wanyanzelisa kakubi oobawo ukuba bazilahle iintsana zabo, ukuze zingagcinwa ziphila.+
10 Yizani ke! Masiqhubane ngobuqili nabo,+ kuba hleze bande, baze bathi xa kuthe kwehla imfazwe, bathelele abo basithiyileyo, balwe nathi, bandule bemke kweli lizwe.”
19 Yena wasebenzisa ubuqotha-qikili ngokunxamnye nesizwe sethu+ waza wanyanzelisa kakubi oobawo ukuba bazilahle iintsana zabo, ukuze zingagcinwa ziphila.+