IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 105:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Wayiyeka yatshintsha intliziyo yabo ukuba babathiye abantu bakhe,+

      Baziphathe ngobuqhokolo nxamnye nabakhonzi bakhe.+

  • IMizekeliso 21:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Akukho bulumko, akukho kuqonda, akukho cebo ngokuchasene noYehova.+

  • IZenzo 7:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Yena wasebenzisa ubuqotha-qikili ngokunxamnye nesizwe sethu+ waza wanyanzelisa kakubi oobawo ukuba bazilahle iintsana zabo, ukuze zingagcinwa ziphila.+

  • 1 Korinte 3:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ubulumko beli hlabathi bubudenge kuThixo;+ kuba kubhaliwe kwathiwa: “Ubambisa izilumko kubuqhokolo bazo.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share