IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 25:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Xa kuthe kwesuka umntu ukuba akusukele aze afune umphefumlo wakho, umphefumlo wenkosi yam ngokuqinisekileyo uya kusongelwa engxoweni yobomi+ kuYehova uThixo wakho;+ kodwa, ke wona umphefumlo weentshaba zakho, uya kuwusawula ngokungathi ungaphakathi kumgongxo wesilingi.+

  • Yobhi 1:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ngako oko uYehova wathi kuSathana: “Khangela! Yonke into anayo isesandleni sakho. Kuphela nje uze ungasoluleli kuye isandla sakho!” Ngoko uSathana waphuma wemka phambi kukaYehova.+

  • INdumiso 50:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 “Hlanganisela kum abanyanisekileyo bam,+

      Abo benza umnqophiso wam ngombingelelo.”+

  • INdumiso 72:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Uya kuwukhulula umphefumlo wabo kwingcinezelo nakugonyamelo.

      Negazi labo liya kuxabiseka emehlweni akhe.+

  • INdumiso 91:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ngenxa yokuba ebonise umsa wakhe kum,+

      Nam ndiya kumsindisa.+

      Ndiya kumkhusela ngenxa yokuba elazi igama lam.+

  • Zekariya 2:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kuba utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Emva kozuko+ olo undithumele ezintlangeni ezaziniphanga;+ kuba ochukumisa nina+ uchukumisa ukhozo lweliso lam.+

  • 2 Petros 2:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 ngoko ke uYehova uyakwazi ukubahlangula esilingweni abantu abanozinikelo lobuthixo,+ kodwa abantu abangengomalungisa ubagcinele imini yomgwebo ukuze banqunyulwe,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share