Duteronomi 1:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 ‘Akukho namnye kwaba bantu besi sizukulwana sibi uya kulibona ilizwe elihle endafungayo ukulinika ooyihlo,+ Duteronomi 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Nizibonele ngamehlo oko uYehova wakwenzayo kuBhahali wasePehore,+ ukuba uYehova uThixo wenu wambhubhisa phakathi kwenu wonke umntu owayelandela uBhahali wasePehore.+ Duteronomi 5:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Wambiza uMoses uSirayeli+ wonke, wathi kuye: “Yiva, Sirayeli, imimiselo nezigwebo+ endizithethayo ezindlebeni zenu namhlanje, nize nizifunde, nizenze ngenyameko.+ Duteronomi 6:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Nguwo lo umyalelo, imimiselo nezigwebo aziyaleleyo uYehova uThixo wenu ukuba nizifundiswe,+ nize nizenze ezweni elo niwelela kulo ukuba nilidle ilifa; INdumiso 19:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ukoyika+ uYehova kusulungekile, kumi ngonaphakade.Izigwebo+ zikaYehova ziyinyaniso;+ zingqineke zibubulungisa ngokupheleleyo.+ INdumiso 119:160 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 160 Lonke ilizwi lakho liyinyaniso,+Nazo zonke izigwebo zakho zikho ukusa kwixesha elingenammiselo.+
35 ‘Akukho namnye kwaba bantu besi sizukulwana sibi uya kulibona ilizwe elihle endafungayo ukulinika ooyihlo,+
3 “Nizibonele ngamehlo oko uYehova wakwenzayo kuBhahali wasePehore,+ ukuba uYehova uThixo wenu wambhubhisa phakathi kwenu wonke umntu owayelandela uBhahali wasePehore.+
5 Wambiza uMoses uSirayeli+ wonke, wathi kuye: “Yiva, Sirayeli, imimiselo nezigwebo+ endizithethayo ezindlebeni zenu namhlanje, nize nizifunde, nizenze ngenyameko.+
6 “Nguwo lo umyalelo, imimiselo nezigwebo aziyaleleyo uYehova uThixo wenu ukuba nizifundiswe,+ nize nizenze ezweni elo niwelela kulo ukuba nilidle ilifa;
9 Ukoyika+ uYehova kusulungekile, kumi ngonaphakade.Izigwebo+ zikaYehova ziyinyaniso;+ zingqineke zibubulungisa ngokupheleleyo.+