Numeri 14:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Izidumbu zenu ziya kuwa+ kule ntlango, ewe, nabo bonke ababalwayo kuni ngokwenani lenu lonke ukususela kwabanamashumi amabini eminyaka ubudala ukusa phezulu, nina bandimbombozeleleyo.+ IZenzo 13:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Yaye kangangethuba elimalunga neminyaka engamashumi amane+ wazinyamezela izenzo zabo entlango. 1 Korinte 10:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Noko ke, uThixo akazange akholiswe yinkoliseko yabo,+ kuba bathiwa waca+ entlango. Hebhere 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoobani bona abo wazotheka ngabo uThixo iminyaka engamashumi amane?+ Yayingengabo na abo bonayo, abazidumbu zabo zawa entlango?+
29 Izidumbu zenu ziya kuwa+ kule ntlango, ewe, nabo bonke ababalwayo kuni ngokwenani lenu lonke ukususela kwabanamashumi amabini eminyaka ubudala ukusa phezulu, nina bandimbombozeleleyo.+
17 Ngoobani bona abo wazotheka ngabo uThixo iminyaka engamashumi amane?+ Yayingengabo na abo bonayo, abazidumbu zabo zawa entlango?+