1 Korinte 10:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Noko ke, uThixo akazange akholiswe yinkoliseko yabo,+ kuba bathiwa waca+ entlango. Hebhere 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoobani bona abo wazotheka ngabo uThixo iminyaka engamashumi amane?+ Yayingengabo na abo bonayo, abazidumbu zabo zawa entlango?+
17 Ngoobani bona abo wazotheka ngabo uThixo iminyaka engamashumi amane?+ Yayingengabo na abo bonayo, abazidumbu zabo zawa entlango?+