Numeri 14:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kodwa bonke abantu ababubonileyo ubuqaqawuli bam+ nemiqondiso yam+ endayenzayo eYiputa nasentlango baza sekunjalo bandivavanya+ ezi zihlandlo zilishumi, abaliphulaphula ilizwi lam,+ Numeri 14:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Izidumbu zenu ziya kuwa+ kule ntlango, ewe, nabo bonke ababalwayo kuni ngokwenani lenu lonke ukususela kwabanamashumi amabini eminyaka ubudala ukusa phezulu, nina bandimbombozeleleyo.+ 1 Korinte 10:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Noko ke, uThixo akazange akholiswe yinkoliseko yabo,+ kuba bathiwa waca+ entlango. 1 Korinte 10:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Masingabi ngabambombozeli, kanye njengoko abathile kubo bambombozelayo,+ suke batshabalala ngumtshabalalisi.+ Yuda 5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ndinqwenela ukunikhumbuza, nangona nikwazi oku kakade,+ ukuba uYehova, nangona wasisindisayo isizwana ngokusikhupha kwilizwe laseYiputa,+ kodwa kamva wabatshabalalisa abo bangabonisanga lukholo.+
22 Kodwa bonke abantu ababubonileyo ubuqaqawuli bam+ nemiqondiso yam+ endayenzayo eYiputa nasentlango baza sekunjalo bandivavanya+ ezi zihlandlo zilishumi, abaliphulaphula ilizwi lam,+
29 Izidumbu zenu ziya kuwa+ kule ntlango, ewe, nabo bonke ababalwayo kuni ngokwenani lenu lonke ukususela kwabanamashumi amabini eminyaka ubudala ukusa phezulu, nina bandimbombozeleleyo.+
10 Masingabi ngabambombozeli, kanye njengoko abathile kubo bambombozelayo,+ suke batshabalala ngumtshabalalisi.+
5 Ndinqwenela ukunikhumbuza, nangona nikwazi oku kakade,+ ukuba uYehova, nangona wasisindisayo isizwana ngokusikhupha kwilizwe laseYiputa,+ kodwa kamva wabatshabalalisa abo bangabonisanga lukholo.+