INdumiso 19:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Nakwizenzo zokukhukhumala mnqande umkhonzi wakho;+Musa ukuzivumela zindilawule.+Ngaloo ndlela ndiya kugqibelela,+Ndize ndihlale ndimsulwa ekunxaxheni. Roma 6:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko ke musani ukusivumela isono ukuba siqhubeke silawula njengokumkani+ kwimizimba yenu efayo ukuze nithobele iminqweno yayo.+
13 Nakwizenzo zokukhukhumala mnqande umkhonzi wakho;+Musa ukuzivumela zindilawule.+Ngaloo ndlela ndiya kugqibelela,+Ndize ndihlale ndimsulwa ekunxaxheni.
12 Ngoko ke musani ukusivumela isono ukuba siqhubeke silawula njengokumkani+ kwimizimba yenu efayo ukuze nithobele iminqweno yayo.+