Genesis 4:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ukuba uyaguquka wenze okulungileyo, akusayi kuphakanyiswa yini na?+ Kodwa ukuba akuguquki wenze okulungileyo, isono sibuthumile ngasesangweni, sikhanuka wena;+ yaye ngaba wena uya kusongamela na?”+ INdumiso 119:133 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 133 Wazinzise ngokuqinileyo amanyathelo am elizwini lakho,+Yaye ngamana ndingangalawulwa lulo naluphi na uhlobo lwento eyenzakalisayo.+
7 Ukuba uyaguquka wenze okulungileyo, akusayi kuphakanyiswa yini na?+ Kodwa ukuba akuguquki wenze okulungileyo, isono sibuthumile ngasesangweni, sikhanuka wena;+ yaye ngaba wena uya kusongamela na?”+
133 Wazinzise ngokuqinileyo amanyathelo am elizwini lakho,+Yaye ngamana ndingangalawulwa lulo naluphi na uhlobo lwento eyenzakalisayo.+