Eksodus 29:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Uze uthabathe ioli yokuthambisa,+ uyigalele entlokweni yakhe, umthambise.+ Eksodus 30:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Wothi ke wenze ioli engcwele yokuthambisa, umxube wesithambiso, njengoko esenza umenzi wezithambiso.+ Yoba yioli engcwele yokuthambisa.+ Levitikus 21:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “‘Umbingeleli omkhulu phakathi kwabazalwana bakhe, ekuya kugalelwa ioli+ yokuthambisa entlokweni yakhe, nowamiselwayo ukuze azinxibe izambatho,+ makangayiyeki ingalungiswanga intloko yakhe,+ angazikrazuli izambatho zakhe.+ INdumiso 141:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ukuba ilungisa lingandibetha, bekuya kuba bububele bothando obo;+Yaye ukuba lingandohlwaya, bekuya kuba yioli oko entloko,+Nto leyo intloko yam ibingayi kufuna ukuyala.+Kuba bekusaya kubakho umthandazo wam nasebudeni beentlekele zabo.+ IMizekeliso 27:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ioli nesiqhumiso+ zenza intliziyo ibe nemihlali, nobumnandi beqabane likabani buvela ekucebeni komphefumlo.+
25 Wothi ke wenze ioli engcwele yokuthambisa, umxube wesithambiso, njengoko esenza umenzi wezithambiso.+ Yoba yioli engcwele yokuthambisa.+
10 “‘Umbingeleli omkhulu phakathi kwabazalwana bakhe, ekuya kugalelwa ioli+ yokuthambisa entlokweni yakhe, nowamiselwayo ukuze azinxibe izambatho,+ makangayiyeki ingalungiswanga intloko yakhe,+ angazikrazuli izambatho zakhe.+
5 Ukuba ilungisa lingandibetha, bekuya kuba bububele bothando obo;+Yaye ukuba lingandohlwaya, bekuya kuba yioli oko entloko,+Nto leyo intloko yam ibingayi kufuna ukuyala.+Kuba bekusaya kubakho umthandazo wam nasebudeni beentlekele zabo.+
9 Ioli nesiqhumiso+ zenza intliziyo ibe nemihlali, nobumnandi beqabane likabani buvela ekucebeni komphefumlo.+