INdumiso 33:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Uyila iintliziyo zabo ndawonye;+Uyayiqwalasela yonke imisebenzi yabo.+ IMizekeliso 5:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kuba iindlela zomntu ziphambi kwamehlo kaYehova,+ yaye uyayondela yonke imikhondo yakhe.+ Isaya 29:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yeha ke abo bangena nzulu ekufihleni icebo likaYehova,+ nabo bazenzo zenzeke endaweni emnyama,+ ngoxa besithi: “Ngubani na osibonayo, ingubani na nosaziyo?”+ IZenzo 5:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kodwa uPetros wathi: “Ananiyas, kutheni uSathana+ ekukhaliphisile nje ukuba uxokise+ umoya oyingcwele+ nokuba unkonye ngokufihlakeleyo inxalenye yexabiso lentsimi?
15 Yeha ke abo bangena nzulu ekufihleni icebo likaYehova,+ nabo bazenzo zenzeke endaweni emnyama,+ ngoxa besithi: “Ngubani na osibonayo, ingubani na nosaziyo?”+
3 Kodwa uPetros wathi: “Ananiyas, kutheni uSathana+ ekukhaliphisile nje ukuba uxokise+ umoya oyingcwele+ nokuba unkonye ngokufihlakeleyo inxalenye yexabiso lentsimi?