Duteronomi 32:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 NguLiwa, ugqibelele umsebenzi wakhe,+Ngokuba zonke iindlela zakhe zisesikweni.+NguThixo wentembeko,+ tu ubugqwetha;+Lilungisa yaye uthe tye yena.+ INdumiso 19:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Amazwi omlomo wam nokucamngca kwentliziyo yam+Makukukholise, Yehova Liwa lam+ noMkhululi wam.+ INdumiso 64:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yaye bonke abantu basemhlabeni baya koyika;+Ibe baya kuxela umsebenzi kaThixo,+Kwaye ngokuqinisekileyo baya kuyiqonda imisebenzi yakhe.+ INdumiso 77:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yaye ngokuqinisekileyo ndiya kucamngca ngayo yonke imisebenzi yakho,+Ndizixhalabise ngezenzo zakho.+ INdumiso 90:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngamana umsebenzi wakho ungabonakala kubakhonzi bakho+Nobungangamsha bakho koonyana babo.+ INdumiso 111:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Umsebenzi wakhe+ usisidima nobungangamsha,+ו [Waw]Nobulungisa bakhe bumi ngonaphakade.+ Filipi 4:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Okokugqibela, bazalwana, hlalani nicinga ngezinto+ eziyinyaniso, nezizezenkxalabo enzulu, nezibubulungisa, nezinyulu,+ nezithandekayo, nekuthethwa kakuhle ngazo, nezinesidima, nezincomekayo.
4 NguLiwa, ugqibelele umsebenzi wakhe,+Ngokuba zonke iindlela zakhe zisesikweni.+NguThixo wentembeko,+ tu ubugqwetha;+Lilungisa yaye uthe tye yena.+
9 Yaye bonke abantu basemhlabeni baya koyika;+Ibe baya kuxela umsebenzi kaThixo,+Kwaye ngokuqinisekileyo baya kuyiqonda imisebenzi yakhe.+
12 Yaye ngokuqinisekileyo ndiya kucamngca ngayo yonke imisebenzi yakho,+Ndizixhalabise ngezenzo zakho.+
8 Okokugqibela, bazalwana, hlalani nicinga ngezinto+ eziyinyaniso, nezizezenkxalabo enzulu, nezibubulungisa, nezinyulu,+ nezithandekayo, nekuthethwa kakuhle ngazo, nezinesidima, nezincomekayo.