IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 15:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Baya kuwelwa kukothuka nakukunkwantya.+

      Ngenxa yobukhulu bengalo yakho baya kuthi cwaka njengelitye,

      Bade badlule abantu bakho,+ Yehova,

      Bade badlule+ abantu obavelisileyo.+

  • INdumiso 75:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “Neempondo zonke zabangendawo ndiya kuzaphula.”+

      Iimpondo zamalungisa ziya kuphakanyiswa.+

  • INdumiso 89:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Kuba ububuhle bamandla abo;+

      Nangenkoliseko yakho uphondo lwethu luphakamile.+

  • INdumiso 135:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 Kuba uYa uzinyulele uYakobi kanye,+

      USirayeli ukuba abe yinqobo kuye.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share