INdumiso 57:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Umphefumlo wam uphakathi kweengonyama;+Andinakulala phakathi kwabaqwengayo, kwanoonyana babantu,Abamazinyo ayimikhonto neentolo,+Nabalulwimi lulikrele elibukhali.+ 1 Petros 5:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Hlalani nithe qwa, nilindile.+ Utshaba lwenu, uMtyholi, luhambahamba njengengonyama egqumayo, efuna ubani engamqwengayo.+
4 Umphefumlo wam uphakathi kweengonyama;+Andinakulala phakathi kwabaqwengayo, kwanoonyana babantu,Abamazinyo ayimikhonto neentolo,+Nabalulwimi lulikrele elibukhali.+
8 Hlalani nithe qwa, nilindile.+ Utshaba lwenu, uMtyholi, luhambahamba njengengonyama egqumayo, efuna ubani engamqwengayo.+