IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 33:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ke kaloku, ukuba ndikholekile emehlweni akho,+ nceda undazise iindlela zakho,+ ukuze ndikwazi, nokuze ndikholeke emehlweni akho. Uze ukhumbule ukuba olu hlanga lungabantu bakho.”+

  • INdumiso 5:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 Owu Yehova, ndikhokele ngobulungisa bakho+ ngenxa yeentshaba zam;+

      Yenze igude indlela yakho phambi kwam.+

  • INdumiso 86:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ndiyalele, Yehova, ngendlela yakho.+

      Ndiya kuhamba enyanisweni yakho.+

      Yenze imanyane intliziyo yam ukuba iloyike igama lakho.+

  • INdumiso 143:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 Kusasa ndivise ububele bakho bothando,+

      Kuba ndikholose ngawe.+

      Ndazise indlela endifanele ndihambe ngayo,+

      Kuba ndiwuphakamisele kuwe umphefumlo wam.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share