IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 26:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Waza uDavide wahlabela mgama wathi: “Ephila nje uYehova,+ uYehova ngokwakhe uya kumbetha ngesibetho;+ okanye iya kufika imini yakhe+ yaye kuya kufuneka afe, okanye uya kuhla aye edabini,+ ngokuqinisekileyo ke uya kutshayelwa.+

  • 1 Samuweli 31:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Wandula ke uSawule wathi kumphathi wezikrweqe zakhe: “Rhola ikrele lakho+ uze undihlabe ngalo, ukuze la madoda angalukanga+ angezi aze ngokuqinisekileyo andihlabe, andiphathe kakubi.” Umphathi wezikrweqe zakhe akavumanga,+ ngenxa yokuba wayesoyika kakhulu. Ngoko uSawule walithabatha ikrele waza waziwisa phezu kwalo.+

  • Estere 7:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Yaye amxhoma uHaman kwisibonda+ awayesilungiselele uMordekayi;+ waza wadamba umsindo kakumkani.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share