1 Kumkani 4:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Yaye wayenokuthetha imizekeliso+ engamawaka amathathu, kwaye iingoma zakhe+ zaba liwaka elinesihlanu. IMizekeliso 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Imizekeliso+ kaSolomon+ unyana kaDavide,+ ukumkani wakwaSirayeli,+ IMizekeliso 10:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Imizekeliso kaSolomon.+ Unyana olumkileyo umenza abe nemihlali uyise,+ unyana osisiyatha uyintlungu kanina.+ INtshumayeli 12:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngaphandle kwesibakala sokuba umhlanganisi esisilumko,+ wafundisa abantu ukwazi ngokuqhubekayo,+ yaye waphonononga waza wafuna ngokucokisekileyo,+ ukuze alungelelanise imizekeliso emininzi.+
32 Yaye wayenokuthetha imizekeliso+ engamawaka amathathu, kwaye iingoma zakhe+ zaba liwaka elinesihlanu.
10 Imizekeliso kaSolomon.+ Unyana olumkileyo umenza abe nemihlali uyise,+ unyana osisiyatha uyintlungu kanina.+
9 Ngaphandle kwesibakala sokuba umhlanganisi esisilumko,+ wafundisa abantu ukwazi ngokuqhubekayo,+ yaye waphonononga waza wafuna ngokucokisekileyo,+ ukuze alungelelanise imizekeliso emininzi.+