Isaya 56:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Yizani! Mandithabathe intwana yewayini; kwaye masisele isiselo esinxilisayo side sanele.+ Yaye ngokuqinisekileyo ingomso liya kuba kanye njenganamhlanje, libe likhulu kakhulu.”+ Luka 12:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 kwaye ndiza kuthi+ kumphefumlo wam: “Mphefumlo, unezinto ezininzi ezilungileyo eziqwetyelwe iminyaka emininzi; khululeka, yitya, sela, ziyolise.”’+ Yakobi 4:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yizani kaloku, nina bathi: “Namhlanje okanye ngomso siza kuya kwisixeko esithile, sihlale unyaka wonke, size sishishine sizuze ingeniso,”+
12 “Yizani! Mandithabathe intwana yewayini; kwaye masisele isiselo esinxilisayo side sanele.+ Yaye ngokuqinisekileyo ingomso liya kuba kanye njenganamhlanje, libe likhulu kakhulu.”+
19 kwaye ndiza kuthi+ kumphefumlo wam: “Mphefumlo, unezinto ezininzi ezilungileyo eziqwetyelwe iminyaka emininzi; khululeka, yitya, sela, ziyolise.”’+
13 Yizani kaloku, nina bathi: “Namhlanje okanye ngomso siza kuya kwisixeko esithile, sihlale unyaka wonke, size sishishine sizuze ingeniso,”+