IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 1:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Wahlabela mgama ke uThixo wathi: “Amanzi angaphantsi kwamazulu makabuthelane ndawonye kuze kuvele indawo eyomileyo.”+ Kwaza kwaba njalo.

  • INdumiso 104:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  9 Wamisa umda, afanele angawudluli,+

      Ukuze angawugubungeli kwakhona umhlaba.+

  • INdumiso 136:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 KuLowo utwabulula umhlaba phezu kwamanzi:+

      Kuba ububele bakhe bothando bukho ukusa kwixesha elingenammiselo;+

  • 2 Petros 3:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kaloku, ngenxa yeminqweno yabo, abasiqondi isibakala sokuba, amazulu+ awabakho kwakudala, kunye nomhlaba oyimbumba ephuma emanzini+ nomi phakathi kwamanzi,+ ezo zinto zibekho ngelizwi likaThixo;

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share