INdumiso 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Sukuma,+ Yehova! Ndisindise,+ Thixo wam!+Kuba kuya kufuneka uzibethe emhlathini zonke iintshaba zam.+Amazinyo abangendawo kuya kufuneka uwaphule.+ INdumiso 57:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Umphefumlo wam uphakathi kweengonyama;+Andinakulala phakathi kwabaqwengayo, kwanoonyana babantu,Abamazinyo ayimikhonto neentolo,+Nabalulwimi lulikrele elibukhali.+
7 Sukuma,+ Yehova! Ndisindise,+ Thixo wam!+Kuba kuya kufuneka uzibethe emhlathini zonke iintshaba zam.+Amazinyo abangendawo kuya kufuneka uwaphule.+
4 Umphefumlo wam uphakathi kweengonyama;+Andinakulala phakathi kwabaqwengayo, kwanoonyana babantu,Abamazinyo ayimikhonto neentolo,+Nabalulwimi lulikrele elibukhali.+