Duteronomi 16:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “Uze uzimisele abagwebi+ namagosa+ phakathi kwawo onke amasango owanikwe nguYehova uThixo wakho ngokwezizwe zakho, bagwebe abantu ngobulungisa. Rute 4:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ke yena uBhohazi, waya esangweni+ waza wahlala apho. Kwaye nanko, umhlawuleli edlula, lowo uBhohazi wayemkhankanyile.+ Waza wathi: “Khawujike, uze uhlale phantsi apha, Zibani-bani.” Ngenxa yoko wajika waza wahlala phantsi. Yobhi 29:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Xa ndandisiya esangweni elingasedolophini,+Endaweni yembutho ndisilungise isihlalo sam!+
18 “Uze uzimisele abagwebi+ namagosa+ phakathi kwawo onke amasango owanikwe nguYehova uThixo wakho ngokwezizwe zakho, bagwebe abantu ngobulungisa.
4 Ke yena uBhohazi, waya esangweni+ waza wahlala apho. Kwaye nanko, umhlawuleli edlula, lowo uBhohazi wayemkhankanyile.+ Waza wathi: “Khawujike, uze uhlale phantsi apha, Zibani-bani.” Ngenxa yoko wajika waza wahlala phantsi.