Genesis 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa kwakunyuka inkungu+ emhlabeni ize ikunyakamise konke okuphezu komhlaba.+ Genesis 7:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kunyaka wamakhulu amathandathu wobomi bukaNowa, kwinyanga yesibini, ngosuku lweshumi elinesixhenxe enyangeni leyo, ngalo olu suku yagqabhuka yonke imithombo emikhulu yamanzi anzongonzongo aza avuleka namasango ezikhukula asemazulwini.+ Genesis 8:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kwaye yavingcwa imithombo yamanzi anzongonzongo+ namasango ezikhukula+ asemazulwini, zaza zayeka izantyalantyala zemvula yasemazulwini. INdumiso 104:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Uwugubungele ngamanzi anzongonzongo kanye njengesambatho.+Amanzi ayeme phezu kweentaba.+
11 Kunyaka wamakhulu amathandathu wobomi bukaNowa, kwinyanga yesibini, ngosuku lweshumi elinesixhenxe enyangeni leyo, ngalo olu suku yagqabhuka yonke imithombo emikhulu yamanzi anzongonzongo aza avuleka namasango ezikhukula asemazulwini.+
2 Kwaye yavingcwa imithombo yamanzi anzongonzongo+ namasango ezikhukula+ asemazulwini, zaza zayeka izantyalantyala zemvula yasemazulwini.