Genesis 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ke emhlabeni kwakusenyanyeni, kusenkangala, kukho nobumnyama phezu kwamanzi anzongonzongo;+ yaye amandla kaThixo asebenzayo ayezula-zula+ phezu kwamanzi lawo.+ IMizekeliso 3:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngokwazi kwakhe amanzi anzongonzongo ahlukaniswa,+ nesibhakabhaka samafu sithontsiza umkhwitsho.+
2 Ke emhlabeni kwakusenyanyeni, kusenkangala, kukho nobumnyama phezu kwamanzi anzongonzongo;+ yaye amandla kaThixo asebenzayo ayezula-zula+ phezu kwamanzi lawo.+