IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 22:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Abalulamileyo baya kudla banele;+

      Abo bamfunayo baya kumdumisa uYehova.+

      Ngamana iintliziyo zenu zingaphila ngonaphakade.+

  • Yeremiya 31:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kwaye ngokuqinisekileyo baya kuza bamemelele ngovuyo kwindawo ephakamileyo yaseZiyon+ baze bakhazimle ngenxa yokulunga kukaYehova,+ ngenxa yokudla okuziinkozo nangenxa yewayini entsha+ nangenxa yeoli nangenxa yamathole omhlambi neenkomo.+ Nomphefumlo wabo uya kusuka ube njengomyezo onamanzi amaninzi,+ yaye abayi kuba sadangala kwakhona.”+

  • Yohane 6:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Sebenzelani, kungekhona ukutya okutshabalalayo,+ kodwa ukutya okuhlala kuse ebomini obungunaphakade,+ aya kuninika kona uNyana womntu; kuba uBawo, uThixo kanye, ubeke kuye lo itywina lakhe lenkoliseko.”+

  • ISityhilelo 22:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Umoya+ nomtshakazi+ bathi: “Yiza!” Lowo uvayo makathi: “Yiza!”+ Lowo unxaniweyo makeze;+ lowo uthandayo makawathabathe amanzi obomi ngesisa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share