IMizekeliso 7:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 lude utolo lusicande sivuleke isibindi sakhe,+ kanye njengentaka ingxamela esibatheni,+ ingazi ukuba oko kuchaphazela kanye umphefumlo wayo.+ IMizekeliso 8:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Kodwa lowo undiphosayo ugonyamela umphefumlo wakhe;+ bonke abo bandithiya kakhulu bathanda ukufa.”+ Roma 6:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kuba umvuzo isono esiwuhlawulayo kukufa,+ kodwa isipho+ uThixo asinikayo bubomi obungunaphakade+ ngoKristu Yesu iNkosi yethu.+
23 lude utolo lusicande sivuleke isibindi sakhe,+ kanye njengentaka ingxamela esibatheni,+ ingazi ukuba oko kuchaphazela kanye umphefumlo wayo.+
36 Kodwa lowo undiphosayo ugonyamela umphefumlo wakhe;+ bonke abo bandithiya kakhulu bathanda ukufa.”+
23 Kuba umvuzo isono esiwuhlawulayo kukufa,+ kodwa isipho+ uThixo asinikayo bubomi obungunaphakade+ ngoKristu Yesu iNkosi yethu.+