Yobhi 29:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Intsikelelo+ yalowo uza kutshabalala—ibisiza kum,Yaye intliziyo yomhlolokazi bendiyichulumancisa.+ Isaya 32:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngokubhekisele kulowo unesisa, wenze isigqibo ngezinto zesisa; yaye uya kumela izinto zesisa.+ IZenzo 20:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Ndinibonisile ezintweni zonke ukuba nimele nisebenze+ ukuze nincede abo babuthathaka,+ yaye nimele niwakhumbule amazwi eNkosi uYesu, xa yona ngokwayo yathi, ‘Kunoyolo ngakumbi ukupha+ kunokwamkela.’” 2 Korinte 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa mayela noku, lowo uhlwayela ngokuvimba+ uya kuvuna ngokuvimba; yaye lowo uhlwayela ngokuyintabalala+ uya kuvuna intabalala.
13 Intsikelelo+ yalowo uza kutshabalala—ibisiza kum,Yaye intliziyo yomhlolokazi bendiyichulumancisa.+
35 Ndinibonisile ezintweni zonke ukuba nimele nisebenze+ ukuze nincede abo babuthathaka,+ yaye nimele niwakhumbule amazwi eNkosi uYesu, xa yona ngokwayo yathi, ‘Kunoyolo ngakumbi ukupha+ kunokwamkela.’”
6 Kodwa mayela noku, lowo uhlwayela ngokuvimba+ uya kuvuna ngokuvimba; yaye lowo uhlwayela ngokuyintabalala+ uya kuvuna intabalala.