IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 25:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ke kaloku yazi ukuze ukubone oko uza kukwenza, kuba kumiselwe intlekele+ ngakwinkosi yethu nangakuyo yonke indlu yayo, njengoko ingumfo olitshivela+ ukuba kungathethwa kuyo.”

  • Mateyu 27:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 esithi: “Ndonile ngokungcatsha igazi elinobulungisa.”+ Bathi: “Kuyini oko kuthi? Zibonele!”+

  • IZenzo 12:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Ngephanyazo ingelosi kaYehova yamxabela,+ ngenxa yokuba engamnikanga uzuko uThixo;+ yaye wadliwa ziimpethu waza wabhubha.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share