Kolose 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 ukuze nihambe ngokumfaneleyo+ uYehova+ nize nimkholise ngokupheleleyo njengoko niqhubeka nivelisa isiqhamo kuwo wonke umsebenzi olungileyo+ lusanda nolwazi lwenu oluchanileyo+ ngoThixo, 1 Petros 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 ningabuyiseli ububi ngobubi+ okanye ukutshabhisa ngokutshabhisa,+ kodwa, kunoko, sikelelani,+ kuba nabizelwa oko, ukuze niyidle ilifa intsikelelo. 1 Yohane 3:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 yaye nantoni na esiyicelayo siyayamkela kuye,+ ngenxa yokuba siyayigcina imiyalelo yakhe kwaye siyazenza izinto ezikholekileyo emehlweni akhe.+
10 ukuze nihambe ngokumfaneleyo+ uYehova+ nize nimkholise ngokupheleleyo njengoko niqhubeka nivelisa isiqhamo kuwo wonke umsebenzi olungileyo+ lusanda nolwazi lwenu oluchanileyo+ ngoThixo,
9 ningabuyiseli ububi ngobubi+ okanye ukutshabhisa ngokutshabhisa,+ kodwa, kunoko, sikelelani,+ kuba nabizelwa oko, ukuze niyidle ilifa intsikelelo.
22 yaye nantoni na esiyicelayo siyayamkela kuye,+ ngenxa yokuba siyayigcina imiyalelo yakhe kwaye siyazenza izinto ezikholekileyo emehlweni akhe.+