IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 12:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ke kaloku ikrele+ aliyi kumka endlwini yakho ukusa kwixesha elingenammiselo,+ ngenxa yokuba undidelile kangangokuba wathabatha umfazi kaUriya umHiti ukuze abe ngumfazi wakho.’

  • 2 Samuweli 21:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ke kaloku kwabakho indlala+ ngemihla kaDavide kangangeminyaka emithathu, unyaka ngonyaka; waza uDavide wabuza ebusweni bukaYehova. Wandula ke uYehova wathi: “Kukho ityala legazi phezu koSawule naphezu kwendlu yakhe, ngenxa yokuba wawabulala amaGibheyon.”+

  • Mateyu 27:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ngoko wawaphosa amaqhosha esilivere etempileni waza wemka, waya kuzixhoma.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share