Yobhi 14:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa indoda eyomeleleyo iyafa ize ilale yoyisiwe;Yaye umntu wasemhlabeni uyabhubha, yaye uphi na?+ INdumiso 39:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Khangela! Iintsuku zam uzenze zambalwa;+Nobude bobomi bam abunto phambi kwakho.+Ngokuqinisekileyo bonke abantu basemhlabeni, nangona bemi ngokuqinileyo, bangumphunga nje kuphela.+ Seʹlah. INdumiso 49:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Sekunjalo umntu wasemhlabeni, nangona ebekwa, akanakuhlala;+Eneneni ufana namarhamncwa atshatyalalisiweyo.+
10 Kodwa indoda eyomeleleyo iyafa ize ilale yoyisiwe;Yaye umntu wasemhlabeni uyabhubha, yaye uphi na?+
5 Khangela! Iintsuku zam uzenze zambalwa;+Nobude bobomi bam abunto phambi kwakho.+Ngokuqinisekileyo bonke abantu basemhlabeni, nangona bemi ngokuqinileyo, bangumphunga nje kuphela.+ Seʹlah.
12 Sekunjalo umntu wasemhlabeni, nangona ebekwa, akanakuhlala;+Eneneni ufana namarhamncwa atshatyalalisiweyo.+