Duteronomi 33:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ke bona abantu bakhe wayebanonophela;+Bonke abangcwele babo basesandleni sakho.+Bahlala ezinyaweni zakho;+Baqala ukwamkela amanye amazwi akho.+ 1 Samuweli 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ulinda iinyawo zabanyanisekileyo bakhe;+Ke bona abangendawo, bathuliswa ebumnyameni,+Kuba indoda ayingqineki yongamile ngamandla.+ INdumiso 37:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yiqengqele kuYehova indlela yakho,+Uze uthembele ngaye,+ kwaye yena uya kwenza.+
3 Ke bona abantu bakhe wayebanonophela;+Bonke abangcwele babo basesandleni sakho.+Bahlala ezinyaweni zakho;+Baqala ukwamkela amanye amazwi akho.+
9 Ulinda iinyawo zabanyanisekileyo bakhe;+Ke bona abangendawo, bathuliswa ebumnyameni,+Kuba indoda ayingqineki yongamile ngamandla.+