Isaya 62:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba kanye njengoko umfana esenza intombi enyulu ibe ngumfazi wakhe, oonyana bakho baya kukwenza umfazi.+ Nangokugcoba komyeni ngenxa yomtshakazi wakhe,+ uThixo wakho uya kugcoba ngenxa yakho.+
5 Kuba kanye njengoko umfana esenza intombi enyulu ibe ngumfazi wakhe, oonyana bakho baya kukwenza umfazi.+ Nangokugcoba komyeni ngenxa yomtshakazi wakhe,+ uThixo wakho uya kugcoba ngenxa yakho.+