IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 11:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kuya kuthi ngaloo mini uYehova kwakhona anikele isandla sakhe, isihlandlo sesibini,+ ukuze azuze intsalela yabantu bakhe abaya kusala eAsiriya+ naseYiputa+ nasePatrosi+ nakwaKushe+ nakwaElam+ naseShinare+ naseHamati nakwiziqithi zolwandle.+

  • Isaya 60:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kuba iziqithi ziya kuhlala zithembele kum,+ iinqanawa zaseTarshishe+ njengasekuqaleni, ukuze kuziswe oonyana bakho bevela kude,+ isilivere yabo negolide yabo ikunye nabo,+ egameni+ likaYehova uThixo wakho nakuLowo Ungcwele kaSirayeli,+ kuba uya kube ekuhombisile.+

  • Zefaniya 2:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 UYehova uya koyikeka kubo;+ kuba ngokuqinisekileyo uya kubabhityisa bonke oothixo bomhlaba,+ nabantu baya kuqubuda kuye,+ ngamnye endaweni yakhe, zonke iziqithi zeentlanga.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share