INdumiso 118:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kulunge ngakumbi ukusabela kuYehova+Kunokukholosa ngomntu wasemhlabeni.+ Isaya 31:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Yeha ke abo baya eYiputa ukuba bancedwe,+ abo bathembela ngamahashe,+ nabo bakholosa ngeenqwelo zokulwa ezininzi, nangamahashe emfazwe,+ ngenxa yokuba enamandla kakhulu, kodwa abangakhangelanga kuLowo Ungcwele kaSirayeli nabangamfunanga uYehova.+ Yeremiya 37:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi, ‘Nifanele nithi kukumkani wakwaYuda, lowo unithumele kum ukuza kubuza kum:+ “Khangela! Umkhosi wamajoni kaFaro oza kuni ngenjongo yokuninceda kuya kufuneka ubuyele elizweni lawo, eYiputa.+
31 Yeha ke abo baya eYiputa ukuba bancedwe,+ abo bathembela ngamahashe,+ nabo bakholosa ngeenqwelo zokulwa ezininzi, nangamahashe emfazwe,+ ngenxa yokuba enamandla kakhulu, kodwa abangakhangelanga kuLowo Ungcwele kaSirayeli nabangamfunanga uYehova.+
7 “Utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi, ‘Nifanele nithi kukumkani wakwaYuda, lowo unithumele kum ukuza kubuza kum:+ “Khangela! Umkhosi wamajoni kaFaro oza kuni ngenjongo yokuninceda kuya kufuneka ubuyele elizweni lawo, eYiputa.+