Numeri 23:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 UThixo akamntu ukuba athethe ubuxoki,+Akanyana waluntu ukuba azisole.+Etshilo nje yena akayi kwenza na,Ethethile nje akayi kuphumeza na?+ Isaya 55:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 ngoko ilizwi lam eliphuma emlonyeni wam liya kuba njalo.+ Aliyi kubuyela kum ngaphandle kwemiphumo, kodwa ngokuqinisekileyo liya kukwenza+ oko ndiyoliswa kuko,+ likuphumelelise ngokuqinisekileyo oko ndilithumele kona.+ Yeremiya 44:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “‘Nanku umqondiso wenu,’+ utsho uYehova, ‘wokuba ndiphethulela ingqalelo yam kuni kule ndawo, ukuze nazi ukuba nakanjani na amazwi am aya kuba yinyaniso kuni kube yintlekele:+
19 UThixo akamntu ukuba athethe ubuxoki,+Akanyana waluntu ukuba azisole.+Etshilo nje yena akayi kwenza na,Ethethile nje akayi kuphumeza na?+
11 ngoko ilizwi lam eliphuma emlonyeni wam liya kuba njalo.+ Aliyi kubuyela kum ngaphandle kwemiphumo, kodwa ngokuqinisekileyo liya kukwenza+ oko ndiyoliswa kuko,+ likuphumelelise ngokuqinisekileyo oko ndilithumele kona.+
29 “‘Nanku umqondiso wenu,’+ utsho uYehova, ‘wokuba ndiphethulela ingqalelo yam kuni kule ndawo, ukuze nazi ukuba nakanjani na amazwi am aya kuba yinyaniso kuni kube yintlekele:+