Isaya 49:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kodwa ke mna, ndathi: “Ndibulalekele ilize.+ Ndisebenzisele amandla am into engeyonene namampunge.+ Eneneni umgwebo wam ukuYehova,+ nomvuzo wam ukuThixo wam.”+
4 Kodwa ke mna, ndathi: “Ndibulalekele ilize.+ Ndisebenzisele amandla am into engeyonene namampunge.+ Eneneni umgwebo wam ukuYehova,+ nomvuzo wam ukuThixo wam.”+