IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 39:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Khangela! Iintsuku zam uzenze zambalwa;+

      Nobude bobomi bam abunto phambi kwakho.+

      Ngokuqinisekileyo bonke abantu basemhlabeni, nangona bemi ngokuqinileyo, bangumphunga nje kuphela.+ Seʹlah.

  • INdumiso 62:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  9 Eneneni oonyana babantu basemhlabeni bangumphunga,+

      Oonyana babantu babubuxoki.+

      Xa bebekwe ezikalini bebonke bakhaphukhaphu kunomphunga.+

  • Daniyeli 4:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Bonke abemi bomhlaba abanto yanto xa bethelekiswa naye,+ yaye wenza ngokokuthanda kwakhe kwimikhosi yezulu nakubemi bomhlaba.+ Akukho namnye unokusithintela isandla sakhe+ okanye unokuthi kuye, ‘Yintoni le uyenzileyo?’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share