Isaya 9:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Abantu ababuyelanga kuLowo ubabethayo,+ yaye abamfunanga uYehova wemikhosi.+ Yeremiya 5:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Owu Yehova, amehlo akho akakho ekuthembekeni na?+ Ubabethile,+ kodwa abakhange bagule.+ Ubatshabalalisile.+ Balile ukwamkela uqeqesho.+ Babenze balukhuni ubuso babo kunengxondorha.+ Balile ukubuya.+ Hoseya 7:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Abasemzini bawadle bawagqiba amandla akhe,+ yaye yena akakwazi oko.+ Kwakhona, izimvi ziphezu kwakhe, kodwa yena ngokwakhe akakwazi oko.
3 Owu Yehova, amehlo akho akakho ekuthembekeni na?+ Ubabethile,+ kodwa abakhange bagule.+ Ubatshabalalisile.+ Balile ukwamkela uqeqesho.+ Babenze balukhuni ubuso babo kunengxondorha.+ Balile ukubuya.+
9 Abasemzini bawadle bawagqiba amandla akhe,+ yaye yena akakwazi oko.+ Kwakhona, izimvi ziphezu kwakhe, kodwa yena ngokwakhe akakwazi oko.