IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 17:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ngoko ke uMika wathi: “Ngoku ndiyazi ukuba uYehova uya kundenzela okulungileyo, ngenxa yokuba umLevi uye wangumbingeleli wam.”+

  • Yeremiya 21:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Khawuncede usibuzele kuYehova,+ ngenxa yokuba uNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni ulwa imfazwe nathi.+ Mhlawumbi uYehova uya kwenza kuthi ngokwemisebenzi yakhe yonke emangalisayo, ukuze emke kuthi.”+

  • Roma 2:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ukuba, ke, ungumYuda ngegama+ yaye uthembele emthethweni+ kwaye uqhayisa ngoThixo,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share